Baphefumla Ngo Pipe (Amaphinda) (feat. Flash Ikumkani)

Yung Lecon

0 fans

Yung Lecon


3:08
#1

 Watch: New Singing Lesson Videos Can Make Anyone A Great Singer

Eeeee ee

Ey chain ayashayna aba believe ukuba ndisuke zipay
Ey chain ayashayna, pay!

Amachain ayashayna aba believe ukuba ndisuke zipay
Boy andina CV ndiya rapper mna andisifuni ispan
Faki pressure kwi hater zam baphefumla ngo pipe
Ndandikade ndi broke i was fuckedup but i changed my life
Thengi mpahla ezintsha every week but ndandikhule ndiphiwa
Ntlungu intluphekho mna ndiyivile ezilalini
Ekasi ayaphela ama dyan ungafa nanini
Mna ndino tshomi abase mangcwabeni and baninzi

Khumbula endandimthanda owandishiyayo, akabuyi back
Mntase khaya ixesha lakho liyeza, nyamezela noba seku bad
Uyakhumbula undijongela phantsi, udinga ileli ngk ukuze undibone
Ayo chery yakho ntonje li game lakho subathemba abantwana
Thenga machain amaninzi andikhumbuza islaves
Amaphara azace ingathi awatyi kodwa aphaka everyday
Ever since betshaya nge globe bacinga ba laytile
Babanjwe zi shutdowns ndibabiza low batteries
Uzibiza nge goat kodwa awazi nento ngesiko
Jike irap game ndiyenze ubuhlanti awuyo ndoda wena awungeni nongena
Bacinga ndiyi ngcibi the way i cut these fake niggas off

Amachain ayashayna aba believe ukuba ndisuke zipay
Boy andina CV ndiya rapper mna andisifuni ispan
Faki pressure kwi hater zam baphefumla ngo pipe
Ndandikade ndi broke i was fuckedup but i changed my life
Thengi mpahla ezintsha every week but ndandikhule ndiphiwa
Ntlungu intluphekho mna ndiyivile ezilalini
Ekasi ayaphela ama dyan ungafa nanini
Mna ndino tshomi abase mangcwabeni and baninzi

Xandiva umqhagi ndivuka ndikhabi ngubo ndihambe ndiyo hlasela
Xa ndise studio ifown yam iba off apha ndiya phangela
Kwase sgela uba awuna calculator bendiku betha phandle
Uyazibalela awufunu contributor ngcono uvelu sale
Xa kudlalu mculo ndicingu zolo lam vele ndifunu khala
Ndithe chuu ndityhalu mbono wam ngomso andizufana
Akho lula kodwa ndisaqhuba noxa ndingena transi
Ndiyi bakhulu mna ndenza kakhulu, bathi ndihlisi santya
Ndine zihlobo zam ezingasekhoyo, and zininzi
Uba isfebe sifuna sohlukane, hay andilili
Faki span ndizamu tshintshi simo
funi millyyy funi milly

Amachain ayashayna aba believe ukuba ndisuke zipay
Boy andina CV ndiya rapper mna andisifuni ispan
Faki pressure kwi hater zam baphefumla ngo pipe
Ndandikade ndi broke i was fuckedup but i changed my life
Thengi mpahla ezintsha every week but ndandikhule ndiphiwa
Ntlungu intluphekho mna ndiyivile ezilalini
Ekasi ayaphela ama dyan ungafa nanini
Mna ndino tshomi abase mangcwabeni and baninzi

 Watch: New Singing Lesson Videos Can Make Anyone A Great Singer

Written by: Hlumile Mangoloti, Likhona Nyoka

Lyrics © DistroKid

Lyrics Licensed & Provided by LyricFind

Discuss the Baphefumla Ngo Pipe (Amaphinda) (feat. Flash Ikumkani) Lyrics with the community:

0 Comments

    Citation

    Use the citation below to add these lyrics to your bibliography:

    Style:MLAChicagoAPA

    "Baphefumla Ngo Pipe (Amaphinda) (feat. Flash Ikumkani) Lyrics." Lyrics.com. STANDS4 LLC, 2024. Web. 28 Apr. 2024. <https://www.lyrics.com/lyric-lf/11563256/Yung+Lecon/Baphefumla+Ngo+Pipe+%28Amaphinda%29+%28feat.+Flash+Ikumkani%29>.

    Missing lyrics by Yung Lecon?

    Know any other songs by Yung Lecon? Don't keep it to yourself!

    Browse Lyrics.com

    Quiz

    Are you a music master?

    »
    "I Can Help" is a 1974 biggest hit single for which artist?
    A John Denver
    B Billy Swan
    C Kenny Rogers
    D Glen Campbell

    Free, no signup required:

    Add to Chrome

    Get instant explanation for any lyrics that hits you anywhere on the web!

    Free, no signup required:

    Add to Firefox

    Get instant explanation for any acronym or abbreviation that hits you anywhere on the web!

    Yung Lecon tracks

    On Radio Right Now

    Loading...

    Powered by OnRad.io


    Think you know music? Test your MusicIQ here!