Vuka Ugeze

6ix 2 6ix

0 fans

6ix 2 6ix


3:30
#1

 The easy, fast & fun way to learn how to sing: 30DaySinger.com

Hayibo heyi
Ngithi ekse
Hayi no everyday
Mawu vuka ekseni
K'mele uvuke ugeze
Anditsho intlamba
Vuka ugeze
Nditsho uk'hlamba
Hayibo heyi
Ngithi ekse
Hayi no everyday
Mawu vuka ekseni
K'mele uvuke ugeze
Anditsho intlamba
Vuka ugeze
Nditsho uk'hlamba
Hayibo heyi
Ngithi ekse
Hayi no everyday
Mawu vuka ekseni
K'mele uvuke ugeze
Anditsho intlamba
Vuka ugeze
Nditsho uk'hlamba

Ekse mawufuna ukuthi ilanga
Lakho l'ngabi bad neh
Mawu vuka ekseni mfethu k'phume ilanga
Yenza into e grand yondlula umbhede
Bese mawuqeda uthathe I brush
Ne toothpaste ugeze amazinyo
Bese mawuqeda no need to rash
No time to waste ezok'geza izinto
Maz'sondele eduze
U-boil amanzi bese ugeze
Ungafuni ukuthi usolwe or ubuzwe
Ek'beni uzazi yeka uk'geza
Kanti yintoni mahn ngawe
Uthetha uk'ba awuziva uyanuka
Khawube ne ntloni mahn nawe
Ungahlamb'kub uthembiswe uk'phiw'inyuk
Hayibo mfethu meyi outtie
Z'thole uhlambile nawe sisi
Hayi no ufuna abantu bathi
Mawuhambile "yooh sies
Mxaaa usabuza lo ungasabuzi
Ende no mlomo unuka phu
Ngike ngamcabuza unuka ngathi yi mbuzi
Or ngathi yi nkomo or ngathi yi mpuku"

Hayibo heyi
Ngithi ekse
Hayi no everyday
Mawu vuka ekseni
K'mele uvuke ugeze
Anditsho intlamba
Vuka ugeze
Nditsho uk'hlamba
Hayibo heyi
Ngithi ekse
Hayi no everyday
Mawu vuka ekseni
K'mele uvuke ugeze
Anditsho intlamba
Vuka ugeze
Nditsho uk'hlamba

Noma ungayi ndawo kuyafuneka
Ukuthi ugeze full body
Ugeze neyi nyawo mfethu yeka
Uloko ukhetha uk'geza i half body
Uthi le ntsila egcwele
La emzimbeni izokhiphwa ubani
Mfethu umsintsila ugcwele
I-Papa nama zamban dijo tsa mawubani
Uthi bowazi nje ukuthi
Mawuqeda uk'geza uba ne energy
Uz'thola ucabanga fresh
K'phume uk'dinwa k'phume umkhathalo
Manje sowuyazi njalo ukuthi
Mawuqeda uk'geza uzoba ne energy
Uz'thole ucabanga fresh
K'phume uk'dinwa k'phume umkhathalo
Lelo yi vaar I'm just honest
With you kau same time ng'yak'khuza
Yek'ukwenz'ngathi uyaziwa awuna ngqond
Uhlezi umpunga azithi mzala usanok'vele uhlanye
Ngik'tshel ivaar I'm de person who's closest
To you now this time ng'yakuzwa
Ngik'tshele l'zwiwa yim ngqo
Le phunga yeka uk'hlala bese uvuke uhlale

Hayibo heyi
Ngithi ekse
Hayi no everyday
Mawu vuka ekseni
K'mele uvuke ugeze
Anditsho intlamba
Vuka ugeze
Nditsho uk'hlamba
Hayibo heyi
Ngithi ekse
Hayi no everyday
Mawu vuka ekseni
K'mele uvuke ugeze
Anditsho intlamba
Vuka ugeze
Nditsho uk'hlamba

 Watch: New Singing Lesson Videos Can Make Anyone A Great Singer

Written by: Nhlanhla Diko

Lyrics © DistroKid

Lyrics Licensed & Provided by LyricFind

Discuss the Vuka Ugeze Lyrics with the community:

0 Comments

    Citation

    Use the citation below to add these lyrics to your bibliography:

    Style:MLAChicagoAPA

    "Vuka Ugeze Lyrics." Lyrics.com. STANDS4 LLC, 2024. Web. 7 May 2024. <https://www.lyrics.com/lyric-lf/8793859/6ix+2+6ix/Vuka+Ugeze>.

    Missing lyrics by 6ix 2 6ix?

    Know any other songs by 6ix 2 6ix? Don't keep it to yourself!

    Browse Lyrics.com

    Quiz

    Are you a music master?

    »
    Devil Woman was a hit for Cliff Richard in what year?
    A 1978
    B 1975
    C 1977
    D 1976

    Free, no signup required:

    Add to Chrome

    Get instant explanation for any lyrics that hits you anywhere on the web!

    Free, no signup required:

    Add to Firefox

    Get instant explanation for any acronym or abbreviation that hits you anywhere on the web!

    6ix 2 6ix tracks

    On Radio Right Now

    Loading...

    Powered by OnRad.io


    Think you know music? Test your MusicIQ here!